Yeremiya 51:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 “Bakuba beshushu ndiya kubabekela izidlo zabo, ndibanxilise, ukuze bagcobe;+ baze balale ubuthongo obungenammiselo, abangayi kuvuka kubo,”+ utsho uYehova. Yohane 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+
39 “Bakuba beshushu ndiya kubabekela izidlo zabo, ndibanxilise, ukuze bagcobe;+ baze balale ubuthongo obungenammiselo, abangayi kuvuka kubo,”+ utsho uYehova.
11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+