INdumiso 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuziqhenya kwakhe lowo ungendawo akaphandi;+Zonke iingcamango zakhe zezokuthi: “Akukho Thixo.”+ INdumiso 53:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Lowo ungenangqiqo uthe entliziyweni yakhe:“Akakho uYehova.”+ Benze ngokonakala yaye benze ngokucekisekayo ngentswela-bulungisa;+Akukho namnye owenza okulungileyo.+ Isaya 29:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ubugwenxa benu! Ufanele agqalwe njengodongwe na umbumbi?+ Kuba into eyenziweyo ifanele itsho na kumenzi wayo ukuthi: “Akandenzanga”?+ Yaye ngaba yona kanye into eyiliweyo ingatsho na ngomyili wayo ukuthi: “Akabonakalisanga kuqonda”?+
53 Lowo ungenangqiqo uthe entliziyweni yakhe:“Akakho uYehova.”+ Benze ngokonakala yaye benze ngokucekisekayo ngentswela-bulungisa;+Akukho namnye owenza okulungileyo.+
16 Ubugwenxa benu! Ufanele agqalwe njengodongwe na umbumbi?+ Kuba into eyenziweyo ifanele itsho na kumenzi wayo ukuthi: “Akandenzanga”?+ Yaye ngaba yona kanye into eyiliweyo ingatsho na ngomyili wayo ukuthi: “Akabonakalisanga kuqonda”?+