Eksodus 32:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wazisola ke uYehova ngobubi awayethe uya kubenza ebantwini bakhe.+ Duteronomi 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Esandleni sakho makunganamatheli nento le kwezi zinto zenziwe ngcwele ngokwahlulelwa,+ ukuze abuye uYehova ekuvutheni komsindo wakhe+ aze eneneni abe nenceba kuwe, athi ngokuqinisekileyo abonakalise inceba+ kuwe yaye akwandise, kanye njengoko wafungayo kookhokho bakho.+ Duteronomi 32:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto. INdumiso 135:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova uya kuligweba ityala labantu bakhe,+Kwaye uya kuzisola nangenxa yabakhonzi bakhe.+ Amosi 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UYehova wazisola ngenxa yoku.+ “Akuyi kwenzeka oko,” watsho uYehova.
17 Esandleni sakho makunganamatheli nento le kwezi zinto zenziwe ngcwele ngokwahlulelwa,+ ukuze abuye uYehova ekuvutheni komsindo wakhe+ aze eneneni abe nenceba kuwe, athi ngokuqinisekileyo abonakalise inceba+ kuwe yaye akwandise, kanye njengoko wafungayo kookhokho bakho.+
36 Ngokuba uYehova uya kubagweba abantu bakhe+Azisole ngenxa yabakhonzi bakhe,+Xa ebona ukuba akusekho ubaxhasayoBasuke baba ziintw’ ezingeloncedo nezingento yanto.