Duteronomi 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo. Hebhere 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokholo wahlala njengomphambukeli kwilizwe lesithembiso njengakwilizwe lasemzini,+ waza wahlala ezintenteni+ kunye noIsake+ noYakobi,+ iindlalifa kunye naye zesithembiso esikwasinye.+
15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.
9 Ngokholo wahlala njengomphambukeli kwilizwe lesithembiso njengakwilizwe lasemzini,+ waza wahlala ezintenteni+ kunye noIsake+ noYakobi,+ iindlalifa kunye naye zesithembiso esikwasinye.+