Genesis 49:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UDan makabe yinyoka ngasendleleni, irhamba ngasemendweni, eliluma izithende zehashe ukuze awe ngomva umkhweli walo.+ Luka 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Khangelani! Ndininike igunya lokunyathela ngeenyawo iinyoka+ noonomadudwane,+ naphezu kwawo onke amandla otshaba,+ yaye akukho nto iya kuze inenzakalise.
17 UDan makabe yinyoka ngasendleleni, irhamba ngasemendweni, eliluma izithende zehashe ukuze awe ngomva umkhweli walo.+
19 Khangelani! Ndininike igunya lokunyathela ngeenyawo iinyoka+ noonomadudwane,+ naphezu kwawo onke amandla otshaba,+ yaye akukho nto iya kuze inenzakalise.