Yeremiya 51:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “UNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni undidle wandigqiba;+ unditsho ndadideka. Undibeke njengesitya esingenanto. Undiginye njengenyoka enkulu;+ uzalise isisu sakhe ngezinto zam ezithandekayo. Unditshicele kude. ISityhilelo 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.
34 “UNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni undidle wandigqiba;+ unditsho ndadideka. Undibeke njengesitya esingenanto. Undiginye njengenyoka enkulu;+ uzalise isisu sakhe ngezinto zam ezithandekayo. Unditshicele kude.
9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.