INdumiso 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+ INdumiso 73:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ndandingaqiqi yaye ndandingenakwazi;+Ndafana nesilo nje kuphela ngokwembono yakho.+ INdumiso 92:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akukho mntu ungaqiqiyo unokuzazi,+Kungekho nasiyatha sinokukuqonda oku.+ IMizekeliso 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Othanda ingqeqesho uthanda ukwazi,+ kodwa umthiyi wesohlwayo akaqiqi.+
10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+