1 Korinte 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ndiza kubutshitshisa ubulumko babantu abazizilumko,+ ndiyiphuthise+ nengcinga yabantu abaziingqondi.”+ 1 Korinte 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye kwakhona kwathiwa: “UYehova uyazi ukuba ukuqiqa kwabantu abazizilumko kuphuthile.”+
19 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ndiza kubutshitshisa ubulumko babantu abazizilumko,+ ndiyiphuthise+ nengcinga yabantu abaziingqondi.”+