1 Samuweli 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+ INdumiso 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+ Roma 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+ Hebhere 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+
22 Kuba uYehova akayi kubalahla+ abantu bakhe ngenxa yegama lakhe elikhulu,+ ngenxa yokuba uYehova ukuthabathele kuye ukunenza abantu bakhe.+
28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+
11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+
5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+