IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+

  • INdumiso 98:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+

      Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+

      Nezizwana ngokuthe tye.+

  • IZenzo 17:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”

  • 2 Petros 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa kwangelo lizwi linye amazulu+ nomhlaba+ wangoku, zombini ziqwetyelwe umlilo+ yaye zibekelwe imini yomgwebo+ neyentshabalalo yabantu abangenabuthixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share