1 Korinte 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo. 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+ 2 Yohane 10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, ningaze nimamkele emakhayeni enu+ okanye nimbulise.+
11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo.
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
10 Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, ningaze nimamkele emakhayeni enu+ okanye nimbulise.+