2 Kumkani 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wathi ke yena kuye: “Intliziyo yam ayihambanga nawe na njengoko laa ndoda ibijika ukuze yehle enqwelweni yayo ikuhlangabeza? Lixesha lokwamkela isilivere na eli okanye lokwamkela izambatho okanye igcume lomnquma okanye izidiliya okanye izimvu okanye iinkomo okanye izicaka okanye izicakakazi?+ IZenzo 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+ IZenzo 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?
26 Wathi ke yena kuye: “Intliziyo yam ayihambanga nawe na njengoko laa ndoda ibijika ukuze yehle enqwelweni yayo ikuhlangabeza? Lixesha lokwamkela isilivere na eli okanye lokwamkela izambatho okanye igcume lomnquma okanye izidiliya okanye izimvu okanye iinkomo okanye izicaka okanye izicakakazi?+
16 “Madoda, bazalwana, kwakuyimfuneko ukuba sizaliseke isibhalo,+ eso umoya oyingcwele+ wasithetha kwangaphambili ngomlomo kaDavide malunga noYudas,+ owakhokela abo babamba uYesu,+
3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?