1 Korinte 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo.
11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo.