INdumiso 102:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Intiliziyo yam ibethiwe kanye njengotyani yaye yomisiwe,+Kuba ndilibele ukutya ukutya kwam.+ Isaya 40:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingca eluhlaza yomile, intyatyambo ibunile,+ ngenxa yokuba umoya kaYehova uvuthuze kuyo.+ Ngokuqinisekileyo abantu bayingca eluhlaza.+ Yakobi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+ 1 Petros 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba “yonke inyama injengengca, yaye lonke uzuko lwayo lunjengentyatyambo yengca;+ ingca iyabuna, nentyatyambo iyavuthuluka,+
7 Ingca eluhlaza yomile, intyatyambo ibunile,+ ngenxa yokuba umoya kaYehova uvuthuze kuyo.+ Ngokuqinisekileyo abantu bayingca eluhlaza.+
10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+
24 Kuba “yonke inyama injengengca, yaye lonke uzuko lwayo lunjengentyatyambo yengca;+ ingca iyabuna, nentyatyambo iyavuthuluka,+