Genesis 31:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+ Yobhi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngaba wena akumbiyelanga yena+ nendlu yakhe nayo yonke into anayo macala onke? Umsebenzi wezandla zakhe uwusikelele,+ nemfuyo yakhe isasazeke ngokubanzi emhlabeni.
42 Ukuba uTHIXO kabawo,+ uTHIXO ka-Abraham noMnkwantyisi kaIsake,+ ebengekho kwicala lam, ngewundindulule ndilambatha. UThixo uzibonile iintsizi zam nokubulaleka kwezandla zam, waza ke wakohlwaya phezolo.”+
10 Ngaba wena akumbiyelanga yena+ nendlu yakhe nayo yonke into anayo macala onke? Umsebenzi wezandla zakhe uwusikelele,+ nemfuyo yakhe isasazeke ngokubanzi emhlabeni.