Genesis 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Adlula ke loo madoda amaMidiyan,+ awayengabarhwebi. Ngoko ke bamtsala baza bamnyusa uYosefu emhadini wamanzi,+ bamthengisa uYosefu kumaIshmayeli ngamaqhosha esilivere angamashumi amabini.+ Wona ke amsa uYosefu eYiputa. Genesis 37:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Noko ke, amaMidiyan amthengisa eYiputa kuPotifare igosa lenkundla likaFaro,+ intloko yamafanankosi.+ Genesis 45:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa musani ukuba buhlungu+ yaye ningaziqumbeli kuba nathengisa ngam apha; kuba uThixo wandithumela phambi kwenu+ ukuze kulondolozwe ubomi. Genesis 50:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+ IZenzo 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye iintloko-ntsapho zamkhweletela+ uYosefu zaza zamthengisa eYiputa.+ Kodwa uThixo wayenaye,+
28 Adlula ke loo madoda amaMidiyan,+ awayengabarhwebi. Ngoko ke bamtsala baza bamnyusa uYosefu emhadini wamanzi,+ bamthengisa uYosefu kumaIshmayeli ngamaqhosha esilivere angamashumi amabini.+ Wona ke amsa uYosefu eYiputa.
36 Noko ke, amaMidiyan amthengisa eYiputa kuPotifare igosa lenkundla likaFaro,+ intloko yamafanankosi.+
5 Kodwa musani ukuba buhlungu+ yaye ningaziqumbeli kuba nathengisa ngam apha; kuba uThixo wandithumela phambi kwenu+ ukuze kulondolozwe ubomi.
20 Nina, nacinga ububi ngam. Ke yena uThixo wacinga okulungileyo ngenjongo yokwenza njengoko kwenzekile namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.+