Eksodus 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wayolula ngoko nangoko uMoses intonga yakhe phezu kwelizwe laseYiputa, waza uYehova wabangela ukuba kuvuthuze umoya wasempuma+ kwelo lizwe yonke loo mini nobusuku bonke. Kwakusa umoya wasempuma wazithwala iinkumbi. Duteronomi 28:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+ INdumiso 78:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Waqalisa ukunikela imveliso yabo kumaphela,Nokubulaleka kwabo kwiinkumbi.+
13 Wayolula ngoko nangoko uMoses intonga yakhe phezu kwelizwe laseYiputa, waza uYehova wabangela ukuba kuvuthuze umoya wasempuma+ kwelo lizwe yonke loo mini nobusuku bonke. Kwakusa umoya wasempuma wazithwala iinkumbi.
38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+