1 Kronike 16:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Bulelani kuYehova, kuba ulungile,+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ezra 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye basabela ngokudumisa+ nokubulela kuYehova, “kuba ulungile,+ kuba ububele bakhe bothando kuSirayeli bobexesha elingenammiselo.”+ Bonke ke abantu, bakhwaza kakhulu+ bedumisa uYehova ekubekweni kwesiseko sendlu kaYehova. INdumiso 107:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 107 Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Luka 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo? Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+ 1 Tesalonika 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ezintweni zonke bulelani.+ Kuba kukuthanda kukaThixo oko ngani njengoko nimanyene noKristu Yesu.
34 Bulelani kuYehova, kuba ulungile,+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
11 Yaye basabela ngokudumisa+ nokubulela kuYehova, “kuba ulungile,+ kuba ububele bakhe bothando kuSirayeli bobexesha elingenammiselo.”+ Bonke ke abantu, bakhwaza kakhulu+ bedumisa uYehova ekubekweni kwesiseko sendlu kaYehova.
107 Bulelani kuYehova, kuba ulungile;+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
19 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo? Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+