IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+

  • ABagwebi 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini.

  • ABagwebi 10:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa oonyana bakaSirayeli bathi kuYehova: “Sonile.+ Yenza wena kuthi nantoni na elungileyo emehlweni akho.+ Kuphela, nceda, usihlangule ngalo mhla.”+

  • 1 Samuweli 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko oonyana bakaSirayeli bathi kuSamuweli: “Musa ukuthi cwaka ungamemezi kuYehova uThixo wethu usicelela uncedo,+ ukuze asisindise esandleni samaFilisti.”

  • Nehemiya 9:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Kodwa kamsinya bakuba nokuphumla, babesenza okubi kwakhona phambi kwakho,+ yaye wawubayekela esandleni seentshaba zabo, ezazibanyathelela phantsi.+ Babesandula ke babuye bamemeze bacele uncedo kuwe,+ kwaye wena wawubeva usemazulwini+ uze ubahlangule ngobuninzi benceba yakho, amaxesha amaninzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share