Isaya 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+ Roma 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+
10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+
20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+