IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 24:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Kuba kanye njengokuba yayinjalo imihla kaNowa,+ buya kuba njalo ubukho boNyana womntu.+

  • Mateyu 25:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 “Xa uNyana womntu+ efika esebuqaqawulini bakhe, nazo zonke iingelosi zikunye naye,+ uya kwandula ke ahlale phantsi kwitrone yakhe yobuqaqawuli.+

  • ISityhilelo 6:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye khangela! ndabona nalo ihashe+ elimhlophe; lowo wayehleli+ phezu kwalo wayenesaphetha;+ yaye wanikwa isithsaba,+ waza waphuma esoyisa+ nokuze akuphelelise ukoyisa kwakhe.+

  • ISityhilelo 19:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share