INdumiso 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Umphefumlo wakhe uya kuhlala ekulungeni,+Nenzala yakhe iya kuwudla ilifa umhlaba.+ INdumiso 37:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Imini yonke uyababala yaye uyabolekisa,+Ngoko inzala yakhe imele ifumane iintsikelelo.+ INdumiso 102:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Oonyana babakhonzi bakho baya kuqhubeka behlala;+Kwaye phambi kwakho inzala yabo iya kumiselwa ngokuqinileyo.”+ IZenzo 2:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kuba esi sithembiso+ senzelwa nina nabantwana benu nabo bonke abo bakude,+ bonke abo uYehova uThixo wethu asenokubabizela kuye.”+
28 Oonyana babakhonzi bakho baya kuqhubeka behlala;+Kwaye phambi kwakho inzala yabo iya kumiselwa ngokuqinileyo.”+
39 Kuba esi sithembiso+ senzelwa nina nabantwana benu nabo bonke abo bakude,+ bonke abo uYehova uThixo wethu asenokubabizela kuye.”+