IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 97:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ukukhanya kulibengezelele ilungisa,+

      Nemihlali kwabo bathe tye entliziyweni.+

  • Isaya 58:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 kwaye uya kumnika lowo ulambileyo okunqwenelwa ngumphefumlo wakho,+ wanelise nomphefumlo oxhwalekileyo, ngokuqinisekileyo ukukhanya kwakho kuya kukhazimla nasebumnyameni, nesithokothoko sakho siya kuba njengasemini emaqanda.+

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

  • 1 Yohane 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye esi sisigidimi esiye sasiva kuye ibe sinazisa sona,+ sokuba uThixo ukukukhanya+ yaye akukho bumnyama konke konke ngokumanyene naye.+

  • ISityhilelo 22:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Akusayi kubakho busuku khona,+ kungasayi kubakho mfuneko yokukhanya kwesibane nokukhanya kwelanga, kuba uYehova uThixo uya kuwakhanyisela,+ yaye aya kulawula njengookumkani ngonaphakade kanaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share