INdumiso 119:101 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 101 Ndizithintele iinyawo zam kuwo wonke umendo wobubi,+Ngenjongo yokuba ndigcine ilizwi lakho.+ Luka 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kusuka ndiye+ kubawo ndithi kuye: “Bawo, ndonile kulo izulu nakuwe.+ 2 Korinte 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Hlalani nizivavanya enoba niselukholweni kusini na, hlalani nizicikida oko nikuko nina ngokwenu.+ Okanye aniqondi na ukuba uYesu Kristu umanyene nani?+ Ngaphandle kokuba anikholekanga. Efese 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko hlalani nikuphaphele ngokungqongqo ukuba indlela enihamba ngayo+ ingabi njengeyabantu abangezozilumko kodwa ibe njengeyezilumko,
5 Hlalani nizivavanya enoba niselukholweni kusini na, hlalani nizicikida oko nikuko nina ngokwenu.+ Okanye aniqondi na ukuba uYesu Kristu umanyene nani?+ Ngaphandle kokuba anikholekanga.
15 Ngoko hlalani nikuphaphele ngokungqongqo ukuba indlela enihamba ngayo+ ingabi njengeyabantu abangezozilumko kodwa ibe njengeyezilumko,