Eksodus 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko nangoko uMoses noAron benjenjalo,+ kanye njengoko wayeyalele uYehova,+ wayiphakamisa intonga waza wawabetha amanzi oMlambo umNayile phambi kwamehlo kaFaro nabakhonzi bakhe,+ aza ajika aba ligazi onke amanzi oMlambo umNayile.+ 2 Kronike 29:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena ngokwakhe, kunyaka wokuqala wokulawula kwakhe, ngenyanga yokuqala, wazivula iingcango zendlu kaYehova waza wazilungisa.+ IZenzo 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Wabathabatha ngelo lixa lobusuku waza wayihlamba imivilambo yabo; yaye, bonke, yena nendlu yakhe babhaptizwa+ ngaphandle kokulibazisa.
20 Ngoko nangoko uMoses noAron benjenjalo,+ kanye njengoko wayeyalele uYehova,+ wayiphakamisa intonga waza wawabetha amanzi oMlambo umNayile phambi kwamehlo kaFaro nabakhonzi bakhe,+ aza ajika aba ligazi onke amanzi oMlambo umNayile.+
3 Yena ngokwakhe, kunyaka wokuqala wokulawula kwakhe, ngenyanga yokuqala, wazivula iingcango zendlu kaYehova waza wazilungisa.+
33 Wabathabatha ngelo lixa lobusuku waza wayihlamba imivilambo yabo; yaye, bonke, yena nendlu yakhe babhaptizwa+ ngaphandle kokulibazisa.