INdumiso 140:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abaziphakamisileyo bandifihlele isibatha;+Yaye baneke iintsontelo njengomnatha ecaleni komkhondo.+Bandibekele imigibe.+ Seʹlah. Yeremiya 38:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bamthabatha ke uYeremiya baza bamphosa equleni likaMalekiya+ unyana kakumkani, elalikwiNtendelezo Yabalindi.+ Ngoko bamthoba uYeremiya ngeentsontelo. Ke kaloku equleni kwakungekho manzi, kodwa linodaka; watshona eludakeni apho uYeremiya.+
5 Abaziphakamisileyo bandifihlele isibatha;+Yaye baneke iintsontelo njengomnatha ecaleni komkhondo.+Bandibekele imigibe.+ Seʹlah.
6 Bamthabatha ke uYeremiya baza bamphosa equleni likaMalekiya+ unyana kakumkani, elalikwiNtendelezo Yabalindi.+ Ngoko bamthoba uYeremiya ngeentsontelo. Ke kaloku equleni kwakungekho manzi, kodwa linodaka; watshona eludakeni apho uYeremiya.+