Yobhi 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwelinye icala, ningabo badyobha ngobuxoki;+Nonke ningoogqirha abangenaxabiso.+ INdumiso 86:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Owu Thixo, abakhukhumeleyo bandivukele;+Nendibano yabo bangoozwilakhe ifuna umphefumlo wam,+Yaye abakubekanga phambi kwabo.+ INdumiso 109:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba bandivulele umlomo wongendawo nomlomo wenkohliso.+Bathethe ngam ngolwimi lobuxoki;+ INdumiso 119:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Abakhukhumeleyo baye bandigculela ngokugqithileyo.+Andiphambukanga emthethweni wakho.+
14 Owu Thixo, abakhukhumeleyo bandivukele;+Nendibano yabo bangoozwilakhe ifuna umphefumlo wam,+Yaye abakubekanga phambi kwabo.+
2 Kuba bandivulele umlomo wongendawo nomlomo wenkohliso.+Bathethe ngam ngolwimi lobuxoki;+ INdumiso 119:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Abakhukhumeleyo baye bandigculela ngokugqithileyo.+Andiphambukanga emthethweni wakho.+