Duteronomi 4:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.” Ezra 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uEzra wayeyilungisile+ intliziyo yakhe ukuba ahlole umthetho kaYehova,+ awenze+ aze afundise+ uSirayeli imimiselo+ nokusesikweni.+ INdumiso 119:61 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 61 Zona kanye iintsontelo zabangendawo zindingqongile.+Umthetho wakho andiwulibalanga.+ INdumiso 119:176 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 176 Ndiye ndabhadula njengemvu elahlekileyo.+ Khawumkhangele umkhonzi wakho,+Kuba andiyilibalanga imiyalelo yakho.+
40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.”
10 Kuba uEzra wayeyilungisile+ intliziyo yakhe ukuba ahlole umthetho kaYehova,+ awenze+ aze afundise+ uSirayeli imimiselo+ nokusesikweni.+
176 Ndiye ndabhadula njengemvu elahlekileyo.+ Khawumkhangele umkhonzi wakho,+Kuba andiyilibalanga imiyalelo yakho.+