IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 17:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 baqhubeka beyigatya imimiselo yakhe nomnqophiso wakhe+ awayewenze nookhokho babo nezikhumbuzo+ awayebalumkise ngazo, baza baqhubeka belandela izithixo ezililize+ nabo baba lilize,+ ngokulinganisa iintlanga ezazibangqongile, ezo uYehova wayebayalele ngazo ukuba bangenzi njengazo;+

  • 1 Kronike 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+

  • INdumiso 95:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kangangeminyaka engamashumi amane ndaziva ndizothekile seso sizukulwana,+

      Kwaye ndathi:

      “Basisizwana esitenxileyo ngentliziyo,+

      Yaye bona abazazanga iindlela zam”;+

  • IZililo 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bonke abanamandla bam uYehova ubalahlile ngaphakathi kwam.+

      Undibizele intlanganiso, ukuze abaqhekeze abafana bam.+

      UYehova usixovule isixovulelo sewayini+ sentombi enyulu yakwaYuda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share