INdumiso 78:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kwaye bazama ukumqhatha ngomlomo wabo;+Nangolwimi lwabo bazama ukumxokisa.+ Yeremiya 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na esi sizwana, iYerusalem, sihlala singathembekanga? Sibambelele enkohlisweni;+ salile ukubuya.+ Yeremiya 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+ Yeremiya 23:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuya kude kube nini na kukho oku entliziyweni yabaprofeti abaprofeta ubuxoki nabangabaprofeti benkohliso yentliziyo yabo?+ Efese 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ukuze singabi saba ziintsana, sikhukuliswa+ ngamaza yaye siphetshethwa yiyo yonke imimoya yeemfundiso+ zabakhohlisi+ abalahlekisa abantu ngobuqhokolo.
5 Kutheni na esi sizwana, iYerusalem, sihlala singathembekanga? Sibambelele enkohlisweni;+ salile ukubuya.+
14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+
26 Kuya kude kube nini na kukho oku entliziyweni yabaprofeti abaprofeta ubuxoki nabangabaprofeti benkohliso yentliziyo yabo?+
14 ukuze singabi saba ziintsana, sikhukuliswa+ ngamaza yaye siphetshethwa yiyo yonke imimoya yeemfundiso+ zabakhohlisi+ abalahlekisa abantu ngobuqhokolo.