INdumiso 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zinqweneleka ngakumbi kunegolide, ewe, kunegolide esulungekiswe kakhulu;+Yaye zimnandi ngakumbi kunobusi+ nencindi yobusi bamanqatha.+ INdumiso 119:72 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 72 Ulungile kum umthetho+ womlomo wakho,+Ulunge ngakumbi kunamawaka amaqhosha egolide nesilivere.+ IMizekeliso 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kuba inzuzo yabo ilunge ngakumbi kunenzuzo yesilivere nemveliso yabo kunegolide.+ IMizekeliso 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokuba ubulumko bulunge ngakumbi kuneekorale,+ nazo zonke ezinye izinto eziyolisayo azinakulinganiswa nabo.+ IMizekeliso 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Hayi indlela ekulunge ngakumbi ngayo ukufumana ubulumko kunegolide!+ Yaye kunyulwa ukufumana ukuqonda kunesilivere.+
10 Zinqweneleka ngakumbi kunegolide, ewe, kunegolide esulungekiswe kakhulu;+Yaye zimnandi ngakumbi kunobusi+ nencindi yobusi bamanqatha.+
11 Ngokuba ubulumko bulunge ngakumbi kuneekorale,+ nazo zonke ezinye izinto eziyolisayo azinakulinganiswa nabo.+
16 Hayi indlela ekulunge ngakumbi ngayo ukufumana ubulumko kunegolide!+ Yaye kunyulwa ukufumana ukuqonda kunesilivere.+