IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 36:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Ubulungisa bakho bufana neentaba zikaThixo;+

      Isigwebo sakho sinjengamanzi anzongonzongo amaninzi.+

      Usindisa umntu nerhamncwa, Yehova.+

  • Isaya 51:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Phakamiselani amehlo enu emazulwini,+ nize nikhangele ngaphantsi emhlabeni. Kuba wona kanye amazulu aya kubhangazeka abe ngamaqhekeza kanye njengomsi,+ nomhlaba uya kuguga njengesambatho,+ yaye abemi bawo baya kufa njengembuzane nje. Kodwa lona ke usindiso lwam, luya kubakho ukusa kwixesha elingenammiselo,+ nobulungisa bam abuyi kuqotywa.+

  • Daniyeli 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Bamiselwe iiveki ezingamashumi asixhenxe abantu bakowenu+ nesixeko sakowenu esingcwele,+ zokuba kupheliswe ukunxaxha,+ ngokunjalo nesono sicinywe,+ sicanyagushelwe isiphoso,+ kubekho ubulungisa ukusa kwixesha elingenammiselo,+ kutywinwe+ umbono nomprofeti, neNgcwele yeeNgcwele ithanjiswe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share