IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+

      Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+

      Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+

  • Marko 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Abo babehamba phambili nabo babesiza ngasemva babemana bedanduluka besithi: “Sindisa, siyathandaza!+ Usikelelwe lowo uza egameni likaYehova!+

  • ISityhilelo 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Sasidanduluka ngelizwi elikhulu, sisithi: “Usindiso silufumene kuThixo+ wethu, ohleli etroneni,+ nakuyo iMvana.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share