1 Kronike 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Mandiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi kakhulu iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+ INdumiso 86:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa wena, Yehova, unguThixo onenceba nobabalo,+Ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi nenyaniso.+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ 2 Korinte 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Makabongwe uTHIXO noYise+ weNkosi yethu uYesu Kristu, uYise onenceba+ noTHIXO wentuthuzelo yonke,+ Yakobi 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+
13 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Mandiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi kakhulu iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+
15 Kodwa wena, Yehova, unguThixo onenceba nobabalo,+Ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi nenyaniso.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
11 Khangelani! Sibabhengeza njengabanoyolo abo baye banyamezela.+ Nivile ngonyamezelo lukaYobhi,+ nayibona nendlela uYehova awambuyekeza ngayo,+ ngokuba uYehova unomsa omkhulu nenceba.+