INdumiso 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, kutheni iintshaba zam zininzi?+Kutheni bebaninzi abandivukelayo?+ INdumiso 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bona ukuba zininzi kangakanani iintshaba zam,+Yaye zindithiye ngentiyo enogonyamelo.+ INdumiso 56:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Iintshaba zam ziqhubeka zindingqavula imini yonke,+Kuba baninzi abalwa nam beziphakamisile.+ Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+