IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 63:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Njengoko umphefumlo wam usaneliswa yeyona nxalenye ilungileyo, kwanakukutyeba,+

      Nangemilebe ephuma intswahla yemivuyo umlomo wam unikela indumiso.+

  • INdumiso 71:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Owu Thixo, undifundise ukususela ebutsheni bam,+

      Yaye kude kube ngoku ndiqhubeka ndixela imisebenzi yakho emangalisayo.+

  • INdumiso 145:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Baya kumpompoza ngokukhankanywa kobuninzi bokulunga kwakho,+

      Nangenxa yobulungisa bakho baya kumemelela ngovuyo.+

  • Yohane 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Nabani na osela kumanzi endiza kumpha wona akasayi kuze anxanwe konke konke,+ kodwa kuye amanzi endiya kumnika wona aya kuba ngumthombo wamanzi+ ampompozayo anika ubomi obungunaphakade.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share