IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 95:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba yena nguThixo wethu, thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe.+

      Namhlanje ukuba niyaliphulaphula ilizwi lakhe,+

  • Isaya 53:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+

  • Hezekile 34:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Izimvu zam zalahlekela ezintabeni zonke nakuzo zonke iinduli eziphakamileyo;+ izimvu zam zachithachitheka emhlabeni wonke,+ kungekho bani uzikhangelayo yaye kungekho bani ufuna ukuzifumana.

  • Mateyu 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kodwa, esikhundleni soko, yiyani ngokuqhubekayo kwizimvu ezilahlekileyo zendlu kaSirayeli.+

  • Luka 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Nguwuphi na umntu kuni onezimvu ezilikhulu, kuze kulahleke enye yazo, ongayi kuzishiya ezingamashumi asithoba anesithoba ngasemva entlango, aye kufuna leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+

  • 1 Petros 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kuba naninjengezimvu ezibhadulayo;+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ nomveleli wemiphefumlo yenu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share