IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 27:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Yiyo leyo imiyalelo+ uYehova awayinika uMoses njengemiyalelo yoonyana bakaSirayeli eNtabeni yaseSinayi.+

  • INdumiso 119:60
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  60 Ndikhawulezile, andalibazisa+

      Ukugcina imiyalelo yakho.+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

  • Hoseya 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokuqinisekileyo abantu bam baya kuthuliswa, ngenxa yokuba akukho kwazi.+ Ngenxa yokuba ukugatyile ukwazi,+ ndiya kukugatya nawe ekukhonzeni njengombingeleli kum;+ nangenxa yokuba uqhubeka uwulibala umthetho kaThixo wakho,+ ndiya kubalibala oonyana bakho nam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share