IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 56:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 56 Ndibabale, Thixo, ngenxa yokuba umntu ofayo undingqavule.+

      Esilwa imini yonke, uqhubeka endicinezela.+

  • INdumiso 57:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 57 Ndibabale, Thixo, ndibabale,+ Kuba usabele kuwe umphefumlo wam;+

      Yaye ndisabela esithunzini samaphiko akho lide lidlule ishwangusha.+

  • INdumiso 69:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ndiphendule, Yehova, ngokuba bulungile ububele bakho bothando.+

      Ngokobuninzi beenceba zakho buyela kum,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share