IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 28:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Live ilizwi lokubongoza kwam xa ndikhalela uncedo kuwe,

      Xa ndiphakamisela izandla zam+ kwelona gumbi lingaphakathi lendawo yakho engcwele.+

  • INdumiso 141:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+

      Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+

  • IZililo 3:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Masiphakamise intliziyo yethu kunye neentende zethu kuThixo emazulwini:+

  • 2 Korinte 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Sineqhayiya, kwaye nesazela sethu siyasingqinela+ ukuba, siye saziphatha ngobungcwele nokunyaniseka kobuthixo phakathi kwabantu behlabathi, ngokukodwa ke phakathi kwenu, kungekhona ngobulumko benyama+ kodwa ngobubele obungasifanelanga bukaThixo.

  • 1 Timoti 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko ke ndinqwenela ukuba kuyo yonke indawo amadoda aqhubeke ethandaza, ephakamisa izandla ezinyanisekileyo,+ ngaphandle kwengqumbo+ nokuxambulisana.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share