INdumiso 33:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova ukhangele esemazulwini,+Ubabonile bonke oonyana babantu.+ INdumiso 94:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uyazazi iingcamango zabantu, ukuba zingumphunga.+ Hezekile 38:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngaloo mini kumele kunyuke izinto entliziyweni yakho,+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kucinga icebo lenkohlakalo;+ Mateyu 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYesu ke, ezazi iingcamango zabo,+ wathi: “Kutheni nicinga izinto ezingendawo nje ezintliziyweni zenu?+
10 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngaloo mini kumele kunyuke izinto entliziyweni yakho,+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kucinga icebo lenkohlakalo;+
4 UYesu ke, ezazi iingcamango zabo,+ wathi: “Kutheni nicinga izinto ezingendawo nje ezintliziyweni zenu?+