2 Kronike 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni+ waphuma phambi kwakhe waza wathi kuKumkani uYehoshafati: “Ngaba uncedo lumele lunikwe+ abantu abangendawo, ngaba ufanele ubathande+ abo bamthiyayo+ uYehova? Yaye ngenxa yesi senzo umcaphukisile+ uYehova. INdumiso 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo. INdumiso 81:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke bona abo bamthiye kakhulu uYehova, baya kuza kuye bekhokhoba,+Nexesha labo liya kuba lixesha elingenammiselo. 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
2 UYehu+ unyana kaHanani+ imboni+ waphuma phambi kwakhe waza wathi kuKumkani uYehoshafati: “Ngaba uncedo lumele lunikwe+ abantu abangendawo, ngaba ufanele ubathande+ abo bamthiyayo+ uYehova? Yaye ngenxa yesi senzo umcaphukisile+ uYehova.
8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo.
15 Ke bona abo bamthiye kakhulu uYehova, baya kuza kuye bekhokhoba,+Nexesha labo liya kuba lixesha elingenammiselo.
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+