2 Samuweli 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uNatan wathi kuDavide: “Wena ngokwakho uyiloo ndoda! Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Mna ndakuthambisa+ njengokumkani phezu koSirayeli, yaye mna ndakuhlangula+ esandleni sikaSawule. 2 Kronike 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuAsa ukumkani wakwaYuda waza wathi kuye: “Ngenxa yokuba wayame kukumkani waseSiriya+ ungayamanga kuYehova uThixo wakho,+ ngenxa yeso sizathu umkhosi wamajoni kakumkani waseSiriya ubalekile esandleni sakho. IMizekeliso 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukukhalinyelwa kungena nzulu ngakumbi konokuqonda+ kunokubetha isiyatha izihlandlo ezilikhulu.+ Galati 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Noko ke, xa uKefas+ wafikayo eAntiyokwe,+ ndamxelela ubuso ngobuso, ngenxa yokuba wayegwetyelwe isohlwayo.+ Galati 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+
7 Wandula ke uNatan wathi kuDavide: “Wena ngokwakho uyiloo ndoda! Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Mna ndakuthambisa+ njengokumkani phezu koSirayeli, yaye mna ndakuhlangula+ esandleni sikaSawule.
7 Ngelo xesha uHanani+ imboni weza kuAsa ukumkani wakwaYuda waza wathi kuye: “Ngenxa yokuba wayame kukumkani waseSiriya+ ungayamanga kuYehova uThixo wakho,+ ngenxa yeso sizathu umkhosi wamajoni kakumkani waseSiriya ubalekile esandleni sakho.
11 Noko ke, xa uKefas+ wafikayo eAntiyokwe,+ ndamxelela ubuso ngobuso, ngenxa yokuba wayegwetyelwe isohlwayo.+
6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+