IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 31:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kubo bonke abo babonisa ubutshaba kum+ ndilungcikivo,+

      Ndilulo kakhulu kubamelwane bam,+

      Ndilunkwantyiso kwabo bandiqhelileyo.+

      Xa bendibona ngaphandle, bandibalekile.+

  • INdumiso 69:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ungcikivo luyaphule intliziyo yam, yaye inxeba alinyangeki.+

      Ndiqhubeke ndinethemba lokuba kukho uthile oya kubonisa uvelwano, kodwa bekungekho namnye;+

      Nokuba kuya kubakho abathuthuzeli, kodwa andafumana namnye.+

  • INdumiso 88:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Ubashenxisele kude kum abandiqhelileyo;+

      Undibeke ndayinto ecekisekayo kubo.+

      Ndithintelekile yaye andinakuya phambili.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share