INdumiso 42:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emini uYehova uya kuyalela ububele bakhe bothando,+Kwaye ebusuku ingoma yakhe iya kuba nam;+Kuya kubakho umthandazo woThixo wobomi bam.+ INdumiso 46:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UThixo uphakathi kweso sixeko;+ asiyi kushukunyiswa.+UThixo uya kusinceda ekuthini qheke kokusa.+ INdumiso 59:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa mna, ndiya kuvuma ngamandla akho,+Ndize kusasa ndibuxele ngovuyo ububele bakho bothando.+Kuba ungqineke uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kum+Nendawo yokusabela ngexesha lokubandezeleka kwam.+
8 Emini uYehova uya kuyalela ububele bakhe bothando,+Kwaye ebusuku ingoma yakhe iya kuba nam;+Kuya kubakho umthandazo woThixo wobomi bam.+
16 Kodwa mna, ndiya kuvuma ngamandla akho,+Ndize kusasa ndibuxele ngovuyo ububele bakho bothando.+Kuba ungqineke uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kum+Nendawo yokusabela ngexesha lokubandezeleka kwam.+