INdumiso 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah. INdumiso 62:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Eneneni oonyana babantu basemhlabeni bangumphunga,+Oonyana babantu babubuxoki.+Xa bebekwe ezikalini bebonke bakhaphukhaphu kunomphunga.+
5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah.
9 Eneneni oonyana babantu basemhlabeni bangumphunga,+Oonyana babantu babubuxoki.+Xa bebekwe ezikalini bebonke bakhaphukhaphu kunomphunga.+