INdumiso 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wawathoba ke amazulu waza wehla.+Yaye ngaphantsi kweenyawo zakhe kwakukho intsunguzi yesithokothoko. Isaya 64:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Owu ukuba nje kuphela ubungakrazula amazulu, ukuba ubungehla,+ ukuba ngenxa yakho zona kanye iintaba bezinganyikima,+
9 Wawathoba ke amazulu waza wehla.+Yaye ngaphantsi kweenyawo zakhe kwakukho intsunguzi yesithokothoko.
64 Owu ukuba nje kuphela ubungakrazula amazulu, ukuba ubungehla,+ ukuba ngenxa yakho zona kanye iintaba bezinganyikima,+