IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 119:72
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  72 Ulungile kum umthetho+ womlomo wakho,+

      Ulunge ngakumbi kunamawaka amaqhosha egolide nesilivere.+

  • Mateyu 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Ningacingi ukuba ndize kutshabalalisa uMthetho+ okanye abaProfeti. Andizanga kutshabalalisa, kodwa ndize kuzalisekisa;+

  • Luka 2:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Zakuzaliseka iintsuku zokusulungekiswa+ kwabo ngokomthetho kaMoses, bamnyusela eYerusalem ukuya kumnikela kuYehova,

  • Roma 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba abo bawuvayo umthetho asingabo abangamalungisa phambi koThixo, kodwa abenzi+ bomthetho baya kuvakaliswa bengamalungisa.+

  • Roma 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba siyazi ukuba uMthetho ngowokomoya;+ kodwa mna ndingowokwenyama, ndithengiswe phantsi kwesono.+

  • Roma 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngokwenene ndiyayoliswa+ ngumthetho kaThixo ngokomntu endinguye+ ngaphakathi,

  • Roma 9:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 kodwa uSirayeli, nangona esukela umthetho wobulungisa, akazange afikelele kuwo umthetho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share