Levitikus 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumisa uxolo kwelo lizwe,+ nilale kungabikho bani uningcangcazelisayo;+ ndiwaphelise amarhamncwa enzakalisayo ezweni elo,+ nekrele lingadluli ezweni lenu.+ INdumiso 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uya kubanika amandla ngokwenene abantu bakhe.+UYehova uya kubasikelela ngoxolo abantu bakhe.+ INdumiso 122:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Celelani iYerusalem uxolo.+Abo bakuthandayo, sixekondini, abayi kuba naxhala.+ Isaya 45:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndiyila ukukhanya+ yaye ndidala ubumnyama,+ ndenza uxolo+ kwaye ndidala intlekele,+ mna, Yehova, ndenza zonke ezi zinto.+ Isaya 60:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Esikhundleni sobhedu ndiya kuzisa igolide,+ esikhundleni sentsimbi ndizise isilivere, esikhundleni somthi ubhedu, esikhundleni samatye intsimbi; yaye ndiya kumisela uxolo lube ngabaveleli bakho+ nobulungisa bube ngabaphathi bakho.+ Roma 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngamana uThixo onika uxolo angaba nani nonke.+ Amen.
6 Ndiya kumisa uxolo kwelo lizwe,+ nilale kungabikho bani uningcangcazelisayo;+ ndiwaphelise amarhamncwa enzakalisayo ezweni elo,+ nekrele lingadluli ezweni lenu.+
11 UYehova uya kubanika amandla ngokwenene abantu bakhe.+UYehova uya kubasikelela ngoxolo abantu bakhe.+
7 Ndiyila ukukhanya+ yaye ndidala ubumnyama,+ ndenza uxolo+ kwaye ndidala intlekele,+ mna, Yehova, ndenza zonke ezi zinto.+
17 Esikhundleni sobhedu ndiya kuzisa igolide,+ esikhundleni sentsimbi ndizise isilivere, esikhundleni somthi ubhedu, esikhundleni samatye intsimbi; yaye ndiya kumisela uxolo lube ngabaveleli bakho+ nobulungisa bube ngabaphathi bakho.+