1 Korinte 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela.
13 Akukho sihendo sinibambileyo ngaphandle koko kuqhelekileyo ebantwini.+ Kodwa uThixo uthembekile,+ yaye akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala,+ kodwa kunye nesihendo eso uya kwenza nendlela yokuphuma+ ukuze nikwazi ukusinyamezela.